Uezra 2:22-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Amadoda aseNetofa ibingamashumi amahlanu anamathandathu.

23. Amadoda aseAnatoti ibilikhulu, elinamanci mabini anesibhozo.

24. Oonyana baseAzemavete ibingamashumi amané anababini.

25. Oonyana baseKiriyati-yeharim neKefira neBheroti, ibingamakhulu asixhenxe, anamanci amané anabathathu.

26. Oonyana baseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anamnye.

27. Amadoda aseMikimase ibilikhulu, elinamanci mabini anamabini.

Uezra 2