Udaniyeli 5:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Waza uBheleshatsare wayalela, bamnxiba uDaniyeli iingubo ezimfusa, nomxokelelwane wegolide emqaleni wakhe; bamemeza ngaye ngelithi, úya kuba ngowabathathu onegunya ebukumkanini.

30. Kwangobo busuku wabulawa uBheleshatsare ukumkani wamaKaledi.

31. UDariyo, umMedi, wabuthabatha ubukumkani, eminyaka ikumashumi omathandathu anamibini ezelwe.

Udaniyeli 5