Kwabaseroma 4:21-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. eqinisekile ukuba oko akumise ngedinga, unako nokukwenza.

22. Kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.

23. Ke kaloku, ukuba kwabalelwa kuye, akubhalwanga ngenxa yakhe yedwa;

24. kwabhalwa nangenxa yethu, thina kwakuza kubalelwa kuthi, thina bakholwayo kulowo wamvusayo uYesu iNkosi yethu kwabafileyo;

25. owanikelwa ngenxa yeziphoso zethu, waza wabuya wavuswa ngenxa yokugwetyelwa kwethu.

Kwabaseroma 4