Kwabaseroma 4:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba abo basemthethweni, ukuba ngabo iindlalifa, ukholo lungaba lwenziwe into engento, nedinga lingaba liphuthisiwe;

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:10-17