Kwabaseroma 3:16-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Lityumtyum neentsizi ezindleleni zabo;

17. Nendlela yoxolo abayazanga.(UIsaya 59:7,8)

18. Akukho koyika Thixo phambi kwamehlo abo.(INdum. 36:1)

19. Siyazi ke ukuba izinto zonke ozithethayo umthetho, uzithetha kwabaphantsi komthetho; ukuze imilomo yonke ivingcwe, nehlabathi lonke libe netyala kuThixo.

Kwabaseroma 3