Kwabaseroma 13:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo. Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.

Kwabaseroma 13

Kwabaseroma 13:1-6