Kwabasefilipi 2:12-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Ngoko ke, zintánda zam, njengokuba nahlala ninokuva, lusebenzeni nilufeze olwenu usindiso, ninokuzoyikela nokungcangcazela; ningangi nenjenjalo xa ndikhoyo kodwa, manibe kukhona nenjenjalo xa ndingekhoyo.

13. Kuba nguThixo okusebenzayo ngaphakathi kwenu ukuthanda oko, kwanokusebenza oko, ngenxa yenkolelo yakhe.

14. Izinto zonke zenzeni ningenakukrokra, ningenakuthandabuza,

Kwabasefilipi 2