Kwabase-Efese 6:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Nina bantwana, baveni abazali benu ngokwabaseNkosini; kuba oko kububulungisa.

2. Beka uyihlo nonyoko; wona lowo ngumthetho wokuqala onedinga;

Kwabase-Efese 6