Kwabase-Efese 5:7-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Ngoko musani ukuba ngamahlulelana nabo.

8. Kuba nina naye nifudula nibubumnyama, ke ngoku nikukukhanya, niseNkosini nje; hambani ke ngokwabantwana bokukhanya.

9. Kuba sona isiqhamo soMoya sikuko konke ukulunga, nobulungisa, nenyaniso;

Kwabase-Efese 5