11. Kanjalo abayi kukha bafundise elowo ummelwane wakhe,Elowo umzalwana wakhe, esithi, Yazi iNkosi;Ngokuba baya kundazi bonke,Bethabathela komncinane wabo, base komkhulu wabo.
12. Ngokuba ndiya kukuxolela ukungalungisi kwabo,Nezono zabo, nokuchasa kwabo umthetho, ndingabi sakukhumbula.(UYer. 31:31-34)
13. Ngokuthi oku, Omtsha, uwaluphalisile owokuqala. Ke loo nto yalupheleyo, yalixhego, iseyisondele ekuthini shwaka.