Kumahebhere 8:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba nangu wona umnqophiso, endiya kuwenzela indlu kaSirayeliEmva kwaloo mihla, itsho iNkosi:Ndiya kuthi, ndiyibeke imithetho yam engqondweni yabo,Ndiyibhale ezintliziyweni zabo,Ndibe nguThixo kubo,Nabo babe ngabantu kum.

Kumahebhere 8

Kumahebhere 8:2-13