Kumahebhere 11:37-39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

37. baxulutywa ngamatye; basarhwa; bahendwa; bafa kukubulawa ngekrele; bahamba ngeengubo zeegusha nangeengaga zeebhokhwe, beswele,

38. bebandezelwe, bephathwa kakubi (elalingabafanele ihlabathi), bedinga koozintlango, noozintaba, noomiqolomba, nakwimingxuma yomhlaba.

39. Aba ke bonke bathi, nakuba babengqinelwe ngalo ukholo, àbazuzana nalo idinga,

Kumahebhere 11