Kumahebhere 10:12-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Kodwa yena lo, esondeze idini lalinye ngenxa yezono, usuke wahlala phantsi ngasekunene kukaThixo ngokungapheliyo;

13. okokugqibela elindé ukuba zide iintshaba zakhe zenziwe isihlalo seenyawo zakhe.

14. Kuba ngamnikelo mnye ubenze bagqibelela ngokungapheliyo abo bangcwaliswáyo.

15. Uyasingqinela ke naye uMoya oyiNgcwele; kuba, emveni kokuba etshilo ngenxa engaphambili ukuthi,

Kumahebhere 10