Kumagalati 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yimani ngoko enkululekweni, athe uKristu wasikhululela kuyo; nize ningabuyi nibanjwe yidyokhwe yobukhoboka.

2. Niyabona, mna, Pawulos, ndithi kuni, ukuba nithe nalùka, uKristu akasayi kuninceda lutho.

Kumagalati 5