Izenzo 9:41-43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

41. Wamnika ke isandla sakhe, wamphakamisa; wababiza abangcwele nabahlolokazi abo, wammisa phambi kwabo ephilile.

42. Kwesuka ke oko kwazeka kuyo yonke iYopa; baba baninzi abakholwayo eNkosini.

43. Wathi ke wahlala imihla emininzi eYopa naSimon uthile, ungumsuki wezikhumba.

Izenzo 9