Izenzo 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akamnika lifa kuwo, kwanendawo engangonyawo; kodwa wambeka ngedinga lokuba uya kumnika ube ngowakhe, nembewu yakhe emva kwakhe, phofu engekabi namntwana.

Izenzo 7

Izenzo 7:3-9