Izenzo 4:18-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Bebabizile, babathethela ngelithi, mabangabi sakhankanya nakanye, bangafundisi nokufundisa ngegama likaYesu.

19. Ke kaloku uPetros noYohane baphendula, bathi kubo, Yahlulani nina, ukuba bubulungisa na emehlweni kaThixo ukuva nina, kunokuva uThixo;

20. kuba singenako thina ukuthi singazithethi izinto esazibonayo, esazivayo.

Izenzo 4