Izenzo 4:1-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bakubon' ukuba bayathetha kubo abantu, ababingeleli, nomphathi wetempile, nabaSadusi, bathi gaga phezu kwabo,

2. bebindekile ngenxa yokuba befundisa abantu, bekuxela ukuvuka kubo abafileyo ngoku kukaYesu ukuvuka.

3. Babesa izandla, babafaka entolongweni, kwada kwaba lingomso; kuba bekuse kuhlwile.

4. Ke kaloku into eninzi yâbo babelivile ilizwi, yakholwa; lathi inani lamadoda langa limawaka mahlanu.

5. Kwathi ke ngengomso, kwahlanganiselana eYerusalem abaphathi babo, namadoda amakhulu, nababhali,

Izenzo 4