Izenzo 23:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwakusa, abathile kumaYuda bathuthelana bazibopha ngesiqalekiso, besithi abayi kudla, abayi kusela nokusela, bade bambulale uPawulos.

Izenzo 23

Izenzo 23:6-21