Izenzo 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Madoda, bazalwana, nani bobawo, kuphulaphuleni ukuziphendulela kwam kuni ngoku.

2. Bakuva ke ukuba udanduluka ngentetho yesiHebhere kubo, bazola okunye. Waza wathi:

Izenzo 22