Inumeri 34:28-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. esizweni soonyana bakaNafetali, sisikhulu esinguPedayeli, unyana ka-Amihude.

29. Ngabo abo, awabawiselayo umthetho uYehova wokuba bababele ilifa oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan.

Inumeri 34