Inumeri 34:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. esizweni soonyana baka-Ashere, sisikhulu esinguAhihudi, unyana kaShelomi;

28. esizweni soonyana bakaNafetali, sisikhulu esinguPedayeli, unyana ka-Amihude.

29. Ngabo abo, awabawiselayo umthetho uYehova wokuba bababele ilifa oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan.

Inumeri 34