Inumeri 34:23-26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

23. koonyana bakaYosefu, esizweni soonyana bakaManase, sisikhulu esinguHaniyeli, unyana kaEfodi;

24. esizweni soonyana bakaEfrayim, sisikhulu esinguKemuweli, unyana kaShifitan;

25. esizweni soonyana bakaZebhulon, sisikhulu esinguElitsafan, unyana kaParnaki;

26. esizweni soonyana bakaIsakare, sisikhulu esinguPalatiyeli, unyana ka-Azan;

Inumeri 34