Inumeri 34:21-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. esizweni sakwaBhenjamin, nguElidade unyana kaKiselon;

22. esizweni soonyana bakaDan, sisikhulu esinguBhuki unyana kaYogeli;

23. koonyana bakaYosefu, esizweni soonyana bakaManase, sisikhulu esinguHaniyeli, unyana kaEfodi;

24. esizweni soonyana bakaEfrayim, sisikhulu esinguKemuweli, unyana kaShifitan;

Inumeri 34