Inumeri 22:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Banduluka oonyana bakaSirayeli, baya bamisa ezinkqantsoni zakwaMowabhi phesheya kweYordan, malunga neYeriko.

2. Wakubona uBhalaki, unyana kaTsipore, konke abekwenzile uSirayeli kuma-Amori.

3. UMowabhi wanxunguphala kakhulu ngabantu, ngokuba bebaninzi; wakruquka uMowabhi ngoonyana bakaSirayeli.

Inumeri 22