Inumeri 13:4-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngawo la amagama awo: kwisizwe sakwaRubhen, ibinguShamuwa, unyana kaZakure;

5. kwisizwe sakwaSimon, ibinguShafati, unyana kaHori;

6. kwisizwe sakwaYuda, ibinguKalebhi, unyana kaYefune;

7. kwisizwe sakwaIsakare, ibinguIgali, unyana kaYosefu;

8. kwisizwe sakwaEfrayim, ibinguHosheya, unyana kaNun;

9. kwisizwe sakwaBhenjamin, ibinguPalti, unyana kaRafu;

Inumeri 13