Inumeri 12:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bathetha ooMiriyam noAron ngoMoses ngenxa yendawo yenkazana engumKushikazi abeyizekile; ngokuba wayezeke inkazana engumKushikazi.

2. Bathi, UYehova uthethe ngoMoses yedwa yini na? Akathethanga nangathi na?

3. Weva uYehova. Ke indoda le inguMoses ibilulamile kunene kunabantu bonke abasemhlabeni.

Inumeri 12