Inumeri 10:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Banduluka ekuqaleni ngokomlomo kaYehova, ngesandla sikaMoses.

14. Kuqala ke kwanduluka ibhanile* yeminquba yoonyana bakaYuda, ngokwemikhosi yabo; inguNashon, unyana ka-Aminadabhi, phezu komkhosi wakhe;

15. phezu komkhosi wesizwe soonyana bakaIsakare inguNataniyeli, unyana kaTsuhare;

Inumeri 10