Inumeri 1:11-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. kwaBhenjamin: uAbhidan unyana kaGidiyoni;

12. kwaDan: uAhiyezere unyana ka-Amishadayi;

13. kwa-Ashere: uPagiyeli unyana kaOkran; kwaGadi:

14. uEliyasafu unyana kaDehuweli; kwaNafetali:

15. uAhira unyana kaEnan.

Inumeri 1