Intshumayeli 10:19-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Benza isidlo ukuba bahleke, iwayini ivuyise ubomi; imali ilungele iinto zonke.

20. Musa ukumtshabhisa ukumkani, nasesazeleni sakho, ungasitshabhisi nesityebi ezingontsini zakho zokulala; ngokuba intaka yasendle yolihambisa elo zwi, nento enamaphiko iyixele loo ntetho.

Intshumayeli 10