Imizekeliso 31:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Amazwi kaLemuweli, ukumkani waseMasa, awamqeqesha ngawo unina.

2. Yini, nyana wam? yini, nyana wesizalo sam?Yini, nyana wezibhambathiso zam?

Imizekeliso 31