Imizekeliso 27:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Musa ukuqhayisa ngemini yangomso;Kuba akukwazi okuya kuzalwa yimini. Mawudunyiswe ngomnye, ingabi ngowakho