Imizekeliso 24:32-34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

32. Ndakhangela, ndasigqala ngentliziyo,Ndabona, ndamkela uqeqesho.

33. Ithi, Intwana yobuthongo, intwana yokozela,Intwana yokukhwabusha izandla ukuba ndilale:

34. Boza ubuhlwempu bakho njengomphangi;Nokuswela kwakho njengendoda enengweletshetshe.

Imizekeliso 24