Imizekeliso 22:15-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Ukumatha kubotshiwe entliziyweni yomntwana;Intonga yokuqeqesha yokumkisa kuye.

16. Ocudisa isisweli, ukuba andise okwakhe,Nonika isityebi, uhlelwa yintswelo kuphela.

17. Thoba indlebe yakho, uve amazwi ezilumko,Uyibhekise intliziyo yakho ekwazini kwam.

18. Ngokuba kumnandi, xa uthe wawagcina embilinini;Makeme onke ephelele emlonyeni wakho.

19. Ukuze ùkholose ngoYehova,Ndikwazisile namhla wena lo.

Imizekeliso 22