9. Ngubani na ongáthi, Ndiyiqaqambisile intliziyo yam,Ndihlambulukile esonweni sam?
10. Amatye ngamatye,* iiefa ngee-efa,*Ngamasikizi kuYehova ezo nto zombini.
11. Nenkwenkwe iyazazisisa ngeentlondi zayo,Nokuba kuqaqambile na, nokuba kuthe tye na, ukwenza kwayo.