Imizekeliso 2:19-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Bonke abangénayo kuye ababuyi,Abafiki kumendo wobomi:

20. Ukuze uhambe ngendlela yabalungilyo,Ugcine umendo wamalungisa.

21. Ngokuba abathe tye baya kulíma ilizwe,Basale kulo abagqibeleleyo,

22. Banqunyùlwe ezweni abangendawo,Abanginizayo bancothulwe kulo.

Imizekeliso 2