Imizekeliso 12:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Úthanda uqeqesho othanda ukwazi;Úthiya isohlwayo osisityhakala.

2. Olungileyo uyamkeleka kuYehova;Indoda enamayelenqe uyifumana inetyala.

Imizekeliso 12