Imizekeliso 11:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Isikali* esikhohlisayo singamasikizi kuYehova;Ilitye* elizeleyo lilikholo kuye.

2. Kwafika ukukhukhumala, kofika ukucukucezwa;Bunabathozamileyo ubulumko.

3. Ingqibelelo yabathe tye iyabakhapha;Ukuphenula kwamanginingini kuyawabhuqa.

Imizekeliso 11