1. Nguwo lo umyalelo wedini letyala: liyingcwele kangcwele lona.
2. Apho kuxhelelwa khona idini elinyukayo, loxhelelwa khona idini letyala, negazi lalo litshizwe lijikelezise esibingelelweni.
3. Wosondeza onke amanqatha alo akulo, umsila, nomhlehlo ogubungela izibilini, nezintso zombini,