Ilevitikus 15:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathetha uYehova kuMoses nakuAron, esithi,

2. Thethani koonyana bakaSirayeli, nithi kubo, Indoda ngendoda, xa ithe yanobhobhozo oluphuma enyameni yayo, iyinqambi ngobhobhozo lwayo olo.

3. Boba bobu ubunqambi bayo ekubhobhozeni kwayo; nokuba inyama yayo iyachiza ukubhobhoza kwayo, nokuba inyama iyakuvingca ukubhobhoza kwayo, bubunqambi bayo obo.

Ilevitikus 15