Ilevitikus 11:13-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Zezi ezintakeni ezoba nezothe kuni; zezingadliwa, zinezothe zona: ixhalanga,

14. nosilwangangubo, nonomakhwezana;

15. noontloyiya ngohlobo lwabo; nehlungulu lonke ngohlobo lwalo;

16. nenciniba, nesihuluhulu, nengabangaba, nentambanane ngohlobo lwayo;

Ilevitikus 11