Iindumiso 82:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Noko niya kufa njengomntu,Niwe njengomnye kubathetheli.

8. Khawusuk' ume, Thixo, gweba ehlabathini;Ngokuba ùya kuzidla ilifa wena zonke iintlanga.

Iindumiso 82