1. Yehova, Nkosi yethu,Hayi, ubungangamsha begama lakho ehlabathini lonke!Wena uwambathise amazulu ngendili yakho.
2. Emlonyeni wabantwana nabanyáyo useké amandla,Ngenxa yababandezeli bakho,Ukuze udambise utshaba nophindezelayo.
3. Xa ndilikhangelayo izulu lakho, umsebenzi weminwe yakho,Inyanga neenkwenkwezi ozimisileyo: