Iindumiso 79:12-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Yibuyisele kubamelwane bethu kasixhenxe esondweni lengubo yaboIngcikivo yabo, abakungcikive ngayo, Nkosi.

13. Ke thina bantu bakho, zimvu zalúswa nguwe,Siya kubulela kuwe ngonaphakade,Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.

Iindumiso 79