11. Makuze phambi kwakho ukugcuma kwamakhonkxwa;Ngokobukhulu bengalo yakho básalise oonyana bokufa.
12. Yibuyisele kubamelwane bethu kasixhenxe esondweni lengubo yaboIngcikivo yabo, abakungcikive ngayo, Nkosi.
13. Ke thina bantu bakho, zimvu zalúswa nguwe,Siya kubulela kuwe ngonaphakade,Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.