Iindumiso 77:19-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Yaba selwandle indlela yakho,Nomendo wakho waba semanzini amaninzi;Àwaziwa umkhondo wakho.

20. Wabakhokela njengezimvu abantu bakho,Ngesandla sooMoses noAron.

Iindumiso 77