Iindumiso 71:22-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Ndiya kuyibulela nokuyibulela kuwe ngomrhubheInyaniso yakho, Thixo wam;Ndiya kukubethela uhadi,Ngcwele kaSirayeli.

23. Úya kumemelela umlomo wam, ndakùkubethela uhadi,Nomphefumlo wam owukhululeyo;

24. Nolwimi lwam luya kuxela ubulungisa bakho imini yonke,Ngokuba bedanile beneentloni abafuna ukuba ndihlelwe bububi.

Iindumiso 71