Iindumiso 55:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Nguwe, mntu ubungumlingane wam,Ikholwane lam endazana nalo, Ebesicweya kamnandi,Siye endlwini kaThixo