Iindumiso 5:11-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Mabavuye bonke abazímela ngawe,Bamemelele ngonaphakade, ubakhusele;Badlamke ngawe abalithandayo igama lakho.

12. Ngokuba wena uyalisikelela ilungisa, Yehova,Ùlihlanganisele ngenkoliseko njengekhaka.

Iindumiso 5