Iindumiso 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wabekele indlebe amazwi am, Yehova,Kúqonde ukucamanga kwam.

2. Libázele indlebe izwi lokuzibika kwam, Kumkani wam, Thixo wam;Ngokuba ndithandaza kuwe.

Iindumiso 5